1 Kwabasetesalonika 4:9 XHO96

9 Akukho mfuneko yakuba ndinichazele ngoxanduva lokuthanda amanye amakholwa, kuba kaloku nina ngokwenu uThixo uyanifundisa ukuba nithandane.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4

imbono 1 Kwabasetesalonika 4:9 kwimeko