2 Kapetros 2:3 XHO96

3 Ngenxa yokunyoluka kwabo aba bafundisi baya kuniqhatha, khon' ukuze banixhaphaze, bafumane inzuzo. Kodwa ke sona isigwebo abasimisélwa kwantlandlolo sijinga phezu kwabo; umtshabalalisi akalali, ulinde bona.

funda isahluko epheleleyo 2 Kapetros 2

imbono 2 Kapetros 2:3 kwimeko