Ieksodus 11:10 XHO75

10 UMoses noAron bazenza ke ezi zimanga zonke phambi koFaro; uYehova wayenza lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 11

imbono Ieksodus 11:10 kwimeko