Ieksodus 11:7 XHO75

7 Ke kubo bonke oonyana bakaSirayeli, akukho nja iya kubavungamela, kuthabathela emntwini kuse ezinkomeni; ukuze nazi ukuba uYehova uyawahlula amaYiputa kumaSirayeli;

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 11

imbono Ieksodus 11:7 kwimeko