Ieksodus 13:19 XHO75

19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu; kuba wayebafungisile nokubafungisa oonyana bakaSirayeli, esithi, UThixo uya kunivelela okunene; nize niwanyuse amathambo am, emke nani kule ndawo.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 13

imbono Ieksodus 13:19 kwimeko