Ieksodus 13:8 XHO75

8 Uze umxelele unyana wakho ngaloo mini, uthi, Ndikwenza oku ngenxa yoko uYehova wakwenzayo kum ekuphumeni kwam eYiputa;

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 13

imbono Ieksodus 13:8 kwimeko