Ieksodus 14:10 XHO75

10 Wasondela uFaro. Bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, nango amaYiputa efake emva kwabo. Boyika kunene, bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 14

imbono Ieksodus 14:10 kwimeko