Ieksodus 14:13 XHO75

13 Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; misani, nilubone usindiso lukaYehova aya kunenzela lona namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 14

imbono Ieksodus 14:13 kwimeko