Ieksodus 16:15 XHO75

15 Bayibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye, Yintoni? Kuba babengazi ukuba yintoni na. Wathi uMoses kubo, Sesi sonka aninika sona uYehova, ukuba sibe kukudla.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 16

imbono Ieksodus 16:15 kwimeko