Ieksodus 16:35 XHO75

35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka emashumi mané, bada bafika ezweni elimiweyo; bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 16

imbono Ieksodus 16:35 kwimeko