Ieksodus 16:4 XHO75

4 Wathi uYehova kuMoses, Uyabona, ndiya kuninisela isonka sivela ezulwini; baphume abantu, babuthe isabelo semini esilingene imini, ukuze ndibalinge ukuba bohamba ngomyalelo wam, abayi kuhamba ngawo, kusini na.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 16

imbono Ieksodus 16:4 kwimeko