Ieksodus 17:12 XHO75

12 Izandla zikaMoses zadinwa. Bathabatha ilitye, balibeka phantsi kwakhe, wahlala kulo; bathi ooAron noHure bazixhasa izandla zakhe, omnye engapha, nomnye engaphaya. Zazimaseka izandla zakhe, lada ilanga latshona.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 17

imbono Ieksodus 17:12 kwimeko