Ieksodus 18:14 XHO75

14 Wayibona uyise womkaMoses yonke into abeyenza ebantwini, wathi, Iyintoni na le nto uyenzayo ebantwini? Kungani na, le nto uhlala wedwa, bathi bona bonke abantu baxhontele kuwe, kususela kusasa kude kuhlwe?

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 18

imbono Ieksodus 18:14 kwimeko