Ieksodus 2:6 XHO75

6 Yawunqika, yambona umntwana; nantso inkwenkwana ilila. Yaba nofefe ngayo, yathi, Ngumntwana wamaHebhere lo.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 2

imbono Ieksodus 2:6 kwimeko