Ieksodus 20:10 XHO75

10 ke wona umhla wesixhenxe uyisabatha kaYehova uThixo wakho. Uze ungenzi namnye umsebenzi ngawo, wena, nonyana wakho, nentombi yakho, nesicaka sakho, nesicakakazi sakho, nezinto zakho ezizitho ziné, nowasemzini osemasangweni akho:

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 20

imbono Ieksodus 20:10 kwimeko