Ieksodus 20:20 XHO75

20 Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; kuba uThixo uze kunilinga, ukuba kubekho ukumoyika ebusweni benu, ukuze ningoni.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 20

imbono Ieksodus 20:20 kwimeko