29 Ke ukuba inkomo leyo ibihlaba kakade, waza wazíswa umniniyo, àkayigcina noko, yaza yabulala indoda, nokuba yinkazana: mayigityiselwe ngamatye inkomo leyo, kananjalo nomniniyo makabulawe.
funda isahluko epheleleyo Ieksodus 21
imbono Ieksodus 21:29 kwimeko