Ieksodus 25:22 XHO75

22 Ndiya kuhlangana nawe khona, ndithethe nawe ndisesihlalweni sokucamagusha, phakathi kweekerubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngeento zonke endiya kukuwisela umthetho ngazo koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 25

imbono Ieksodus 25:22 kwimeko