17 Zonke iintsika zentendelezo eziyijikelezileyo zoba neminqiwu yesilivere; amagwegwe ayo abe ngawesilivere, neziseko zazo zibe zezobhedu.
funda isahluko epheleleyo Ieksodus 27
imbono Ieksodus 27:17 kwimeko