Ieksodus 27:21 XHO75

21 ententeni yokuhlangana, nganeno komkhusane ophambi kwesingqino. UAron noonyana bakhe bosilungisa, kuthabathele ngokuhlwa kude kuse, phambi koYehova; ibe ngummiselo onganuphakade kwizizukulwana zabo, ngenxa yoonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 27

imbono Ieksodus 27:21 kwimeko