Ieksodus 30:12 XHO75

12 Xa ulithabathayo inani loonyana bakaSirayeli, ngokubalelwa kwabo encwadini yomlibo wokuzalwa, mabanikele elowo imali yokucamagushela umphefumlo wakhe kuYehova ekubabaleni; ukuze kungabikho sibetho kubo ekubabaleni.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 30

imbono Ieksodus 30:12 kwimeko