Ieksodus 33:13 XHO75

13 Ngoko ukuba undibabále, khawundazise indlela yakho, ukuze ndikwazi, ukuze undibabale, ukhumbule ukuba olu hlanga lungabantu bakho.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 33

imbono Ieksodus 33:13 kwimeko