Ieksodus 33:16 XHO75

16 Kuya kwaziwa kwaziwe ngantoni na khona, ukuba undibabále mna nabantu bakho? Àkungokuthi na uhambe nathi, sibáluleke thina, mna nabantu bakho, ebantwini bonke abaphezu komhlaba?

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 33

imbono Ieksodus 33:16 kwimeko