Ieksodus 34:24 XHO75

24 Kuba ndiya kuzigqogqa iintlanga phambi kwakho, ndiwenze banzi umda wakho, lingànqwenelwa nangubani ilizwe lakho, ekunyukeni kwakho usiya kubonakala ebusweni bukaYehova uThixo wakho, izihlandlo ezithathu ngomnyaka.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 34

imbono Ieksodus 34:24 kwimeko