Ieksodus 4:14 XHO75

14 Wavutha umsindo kaYehova kuMoses, wathi, Akanguye na umkhuluwa wakho uAron umLevi? Ndiyazi ukuba yena uyakwazi ukuthetha. Kananjalo nanko yena ephuma eza kukukhawulela; wókubona, avuye entliziyweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 4

imbono Ieksodus 4:14 kwimeko