Ieksodus 4:21 XHO75

21 Wathi uYehova kuMoses, Ekuhambeni kwakho ubuyela eYiputa, uze ukhangele ukuba uzenze phambi koFaro zonke izimanga, endizibeke esandleni sakho. Ke mna ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe, angabandululi abantu.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 4

imbono Ieksodus 4:21 kwimeko