6 Waphinda uYehova wathi kuye, Khawusifake isandla sakho esifubeni sakho. Wasifaka isandla sakhe esifubeni sakhe. Akusirhola isandla sakhe, naso sineqhenqa, simhlophe njengekhephu.
funda isahluko epheleleyo Ieksodus 4
imbono Ieksodus 4:6 kwimeko