Ieksodus 5:14 XHO75

14 Babethwa ke abaphathi boonyana bakaSirayeli, ababemiswe phezu kwabo ngabaqhubi-kalukhuni babantu bakaFaro, kusithiwa, Kungathuba lini na, ukuba ningagqibi ukwenza izitena enizimiselweyo izolo nanamhla, njengokwangaphambili?

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 5

imbono Ieksodus 5:14 kwimeko