Ieksodus 6:12 XHO75

12 UMoses wathetha phambi koYehova, wathi, Yabona, oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga; wòthini na ke uFaro ukundiphulaphula, ndingomlomo ungalukanga nje?

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 6

imbono Ieksodus 6:12 kwimeko