Ieksodus 7:20 XHO75

20 OoMoses noAron benza njengoko uYehova wabawisela umthetho; wayiphakamisa intonga, wawabetha amanzi omlambo phambi koFaro, naphambi kwabakhonzi bakhe; aza aguquka onke amanzi omlambo, aba ligazi.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 7

imbono Ieksodus 7:20 kwimeko