Ieksodus 8:22 XHO75

22 ndilibàlule ngaloo mini lona ilizwe laseGoshen, abemi kulo abantu bam, kungabikho zibawu khona, ukuze wazi ukuba ndinguYehova phakathi kwelizwe;

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 8

imbono Ieksodus 8:22 kwimeko