Ieksodus 8:29 XHO75

29 Wathi uMoses, Yabona, ndiya kuphuma kuwe, ndithandaze kuYehova, zimke izibawu kuFaro, nakubakhonzi bakhe, nakubantu bakhe ngomso, kodwa makangaphindi uFaro akhohlise ngokungabandululi abantu, baye kubingelela kuYehova.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 8

imbono Ieksodus 8:29 kwimeko