Ieksodus 9:13 XHO75

13 Wathi uYehova kuMoses, Vuka kusasa, ume phambi koFaro, uthi kuye, Utsho uYehova uThixo wamaHebhere, ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 9

imbono Ieksodus 9:13 kwimeko