Ieksodus 9:29 XHO75

29 UMoses wathi kuye, Ekuphumeni kwam phakathi komzi, ndozolulela kuYehova izandla zam, ziyeke iindudumo, nesichotho singabi sabakho, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 9

imbono Ieksodus 9:29 kwimeko