Ilevitikus 1:14 XHO75

14 Ke ukuba umsondezo wakhe kuYehova ulidini elinyukayo lasezintakeni, wówusondeza umsondezo wakhe, ethabatha kumahobe, nokuba kukumagobo amavukuthu.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 1

imbono Ilevitikus 1:14 kwimeko