Ilevitikus 1:17 XHO75

17 alicande emaphikweni alo, engawahluli kanye, aqhumisele ngalo umbingeleli esibingelelweni, phezu kweenkuni eziphezu komlilo. Lidini elinyukayo, kukudla kwasemlilweni, livumba elithozamisayo kuYehova elo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 1

imbono Ilevitikus 1:17 kwimeko