Ilevitikus 15:31 XHO75

31 Nize nibakhwelelise ke oonyana bakaSirayeli ebunqambini babo; bangafeli ebunqambini babo, ngokuwenza inqambi umnquba wam ophakathi kwabo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 15

imbono Ilevitikus 15:31 kwimeko