Ilevitikus 16:2 XHO75

2 Wathi uYehova kuMoses, Thetha kuAron umkhuluwa wakho, angangeni ngamaxesha onke engcweleni ngaphaya komkhusane, phambi kwesihlalo sokucamagusha esiphezu kwetyeya, ukuze angafi; kuba ndiya kubonakala efini phezu kwesihlalo sokucamagusha.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 16

imbono Ilevitikus 16:2 kwimeko