Ilevitikus 16:34 XHO75

34 Lowo woba ngummiselo ongunaphakade kuni wokubacamagushela oonyana bakaSirayeli ngenxa yezono zabo zonke, kube kanye ngomnyaka.Wenza ke njengoko uYehova wamwisela umthetho uMoses.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 16

imbono Ilevitikus 16:34 kwimeko