Ilevitikus 17:14 XHO75

14 Kuba umphefumlo wenyama yonke, igazi layo eli ngumphefumlo wayo. Ndathi ke koonyana bakaSirayeli, Ize ningadli gazi lanyama nokuba yiyiphi; ngokuba umphefumlo wenyama yonke ligazi layo. Bonke abalidlayo bonqanyulwa.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 17

imbono Ilevitikus 17:14 kwimeko