Ilevitikus 17:4 XHO75

4 angàyizisi emnyango wentente yokuhlangana, ukuba isondezwe ibe ngumsondezo kuYehova phambi komnquba kaYehova: igazi lobalelwa kuloo mntu; aphalazé igazi; wonqanyulwa loo mntu, angabikho phakathi kwabantu bakowabo;

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 17

imbono Ilevitikus 17:4 kwimeko