Ilevitikus 19:16 XHO75

16 Uze ungahambi uyintlebi phakathi kwabantu bakowenu; uze ungalizondi igazi lommelwane wakho: ndinguYehova.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 19

imbono Ilevitikus 19:16 kwimeko