Ilevitikus 19:28 XHO75

28 Ize ningazicenti inyama yenu ngenxa yomfi, ningenzi mbhalo wamvambo kuni: ndinguYehova.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 19

imbono Ilevitikus 19:28 kwimeko