Ilevitikus 20:14 XHO75

14 Indoda esukuba izeka inkazana nonina, ngamanyala lawo; mabatshiswe ngomlilo, kwayona nabo, kungabikho manyala phakathi kwenu.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 20

imbono Ilevitikus 20:14 kwimeko