Ilevitikus 20:24 XHO75

24 Ndathi ke kuni, Nina niya kulidla ilifa ilizwe labo; ndininikile mna ukuba libe lilifa kuni, ilizwe elibaleka amasi nobusi. NdinguYehova, uThixo wenu, onahluleyo kwezinye izizwe.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 20

imbono Ilevitikus 20:24 kwimeko