26 Ize nibe ngcwele kum, ngokuba ndiyiNgcwele, mna Yehova; ndanahlula kwezinye izizwe, ukuba nibe ngabam.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 20
imbono Ilevitikus 20:26 kwimeko