Ilevitikus 21:7 XHO75

7 Makangazeki mfazi ulihenyukazi, nohlanjelweyo; angazeki mfazi waliweyo yindoda yakhe; ngokuba ungcwele kuThixo wakhe.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 21

imbono Ilevitikus 21:7 kwimeko