Ilevitikus 22:11 XHO75

11 Umbingeleli xa athe wathenga umntu, waba yintengo yemali yakhe, makadle kuyo lowo, kwanozelelwe endlwini yakhe; abo bodla ukudla kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 22

imbono Ilevitikus 22:11 kwimeko