Ilevitikus 22:2 XHO75

2 Thetha kuAron nakoonyana bakhe, bazahlule ezintweni ezingcwele zoonyana bakaSirayeli, bangalihlambeli igama lam elingcwele ezintweni abazingcwalisayo kum: ndinguYehova.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 22

imbono Ilevitikus 22:2 kwimeko