Ilevitikus 22:21 XHO75

21 Umntu, xa athe wasondeza umbingelelo woxolo kuYehova, ukuba ube ngowesibhambathiso esibalulekileyo, nokuba ube ngowokuqhutywa yintliziyo, oziinkomo noyimpahla emfutshane: uze ube ngogqibeleleyo ukuze ukholeke, uze ungabi nasiphako nasiphi.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 22

imbono Ilevitikus 22:21 kwimeko